Uyeremiya 41:8 XHO75

8 Ke kwafumaneka kuwo amadoda alishumi, awathi kuIshmayeli, Musa ukusibulala, ngokuba sinezisele endle ezinengqolowa, nerhasi, neoli, nobusi. Wawayeka ke, akawabulala phakathi kwabazalwana bawo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 41

imbono Uyeremiya 41:8 kwimeko