Uyeremiya 50:13 XHO75

13 Ngenxa yoburhalarhume bukaYehova ayisayi kumiwa; kuya kuba senkangala kuyo yonke iphela. Bonke abadlulayo eBhabheli baya kumangaliswa, benze umsondlo ngenxa yokubethwa kwayo konke.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 50

imbono Uyeremiya 50:13 kwimeko