Uyeremiya 51:33 XHO75

33 Ngokuba utsho uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Intombi eyiBhabheli injengesandá ngexesha lokugangathwa kwaso; kusaya kuba ngumzuzwana, lifike ixesha lokuvuna kuyo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 51

imbono Uyeremiya 51:33 kwimeko