Uyeremiya 51:34 XHO75

34 Wasibhubhisa thina, wasincinitha uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, wasibeka saba sisitya esizé; wasiginya njengengwenya, wahluthisa isisu sakhe ngokudla kwethu okumnandi, wasigxotha.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 51

imbono Uyeremiya 51:34 kwimeko