Uyeremiya 52:9 XHO75

9 Ambamba ukumkani, anyuka naye, amsa kukumkani waseBhabheli eRibhela ezweni leHamati; wawathetha apho amatyala akhe.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 52

imbono Uyeremiya 52:9 kwimeko