Uyeremiya 6:10 XHO75

10 Ndiya kuthetha koobani na, ndiqononondise, beve? Yabona, àyaluswanga indlebe yabo, àbanako ke ukubaza indlebe. Yabona, ilizwi likaYehova libe liyingcikivo kubo, àbalinanzile.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 6

imbono Uyeremiya 6:10 kwimeko