Uyeremiya 6:11 XHO75

11 Ndizele bubushushu bukaYehova; ndidiniwe kubububamba. Bùphalazéle phezu komntwana esitratweni, naphezu kwembutho yamadodana kunye; ngokuba indoda kwanomfazi baya kubanjwa, amadoda amakhulu kwanabazele yimihla.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 6

imbono Uyeremiya 6:11 kwimeko