2 Yeziganeko 15:9 XHO96

9 Waza ke wamqokelela wonke uJuda noBhenjamin kwakunye namaEfrayim, amaManase, namaSimon awayeze kuma phakathi kwabo; kaloku into eninzi kubo yayimshiyile uSirayeli, yeza kuAsa, yakuqonda ukuba uNdikhoyo uThixo wakhe ungakuye.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 15

imbono 2 Yeziganeko 15:9 kwimeko