Amava Engqondi 10:1 XHO96

1 Iimpukane ezifileyo zingasonakalisa isiqholo sitsho sibile sinuke,ngokunjalo nentwana nje yobutyhakala ingabutshabhisa ubulumko ndawonye nesidima.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 10

imbono Amava Engqondi 10:1 kwimeko