Amava Engqondi 10:11 XHO96

11 Inyoka kufuneka ilalaniswe ngaphambi kokuba imlume umntu,kuba xa seyimlumile akusancedi lutho kumlalanisi wayo.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 10

imbono Amava Engqondi 10:11 kwimeko