Amava Engqondi 2:11 XHO96

11 Ndathi ke ndakuwuphonononga wonke umsebenzi wezandla zam nokubulaleka endibulaleke ngako,ndafumanisa ukuba yonke loo nto ngamampunge nje,yimfeketho enjengokusukelana nomoya.Ewe, akukho nzuzo apha phantsi kwelanga.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 2

imbono Amava Engqondi 2:11 kwimeko