Amava Engqondi 2:17 XHO96

17 Ngoko ke ndatsho ndabucaphukela ubomi, kuba yonke into eyenziwa apha phantsi kwelanga yasuka yandiphathela inkxwaleko. Ewe, zonke izinto ngamampunge, nqwa nokusukelana nomoya.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 2

imbono Amava Engqondi 2:17 kwimeko