Amava Engqondi 2:19 XHO96

19 Kwazi bani ke ukuba woba sisilumko okanye isityhakala? Ukanti ke noba kunjalo konke ukubulaleka nobuchule bam apha phantsi kwelanga buya kuba semandleni akhe. Hayi suka, ngamampunge lawo!

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 2

imbono Amava Engqondi 2:19 kwimeko