Amava Engqondi 3:11 XHO96

11 Into yonke uyimisele ixesha layo. Umntu yena umnike ulangazelelo lokuqonda nangamaxesha angamiselwanga. Kodwa ke umntu akafikeleli ekuyazini into eyenziwa nguThixo ukususela ekuqaleni kuye esiphelweni.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 3

imbono Amava Engqondi 3:11 kwimeko