19 Kaloku isiphelo somntu siyafana nesesilwanyana. Ukufa kubabopha ngentambo enye ngokufanayo. Ewe, umoya mnye emntwini nasesilwanyaneni. Ke umntu akasidluli nganto isilwanyana. Yonke into ingamampunge.
funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 3
imbono Amava Engqondi 3:19 kwimeko