1 Lumka, ugqale ukunyathela kwakho xa usiya endlwini kaThixo. Xa usiya khona hamba ngeenjongo zokuphulaphula endaweni yokwenza amadini njengezityhakala ezingaziyo ukuba zenza ubugwenxa.
funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 5
imbono Amava Engqondi 5:1 kwimeko