Amava Engqondi 5:15 XHO96

15 Mhla wavela umntu uzalwa ngunina ezé;mhla andulukayo uhamba kwangolo hlobo eze ngalo.Kuko konke ukubulaleka kwakhe umntu apha emhlabeniumka engaphathanga nto ngesandla sakhe.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 5

imbono Amava Engqondi 5:15 kwimeko