Amava Engqondi 5:8 XHO96

8 Sukumangaliswa xa ubona abantu abahlelelekileyo becinezelwa, bengazelelelwa kummandla othile, bengenzelwa ubulungisa nokufanelekileyo. Kaloku igosa ngalinye livelelwa lelinye, aze ke xa ewomabini avelelwe ngamanye angentla kuwo.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 5

imbono Amava Engqondi 5:8 kwimeko