Amava Engqondi 7:26 XHO96

26 Ndifumanise ukuba eyona nto ikrakra nangaphezu kokufa ngumfazi oliqili,ontliziyo inezabatha, ongalo zifana namakhamandela.Ke yona indoda ekholisa uThixo iyasinda kuye,kodwa ke yona engumoni uyayibambisa.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 7

imbono Amava Engqondi 7:26 kwimeko