Uzakariya 1:7 XHO96

7 Ngomhla wamashumi amabini anesine kwinyanga yeshumi elinanye, nyanga leyo ekuthiwa nguShebhati, kwakuloo nyaka wesibini wolawulo lukaDariyo, ilizwi *likaNdikhoyo lamfikela *umshumayeli uZakariya unyana kaBherekiya unyana kaIdo.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 1

imbono Uzakariya 1:7 kwimeko