Uzakariya 1:8 XHO96

8 Ndasuka ndaba nombono ebusuku: Phambi kwam ndabona umfo ekhwele ihashe elibomvu. Wayemi engxingweni phakathi kwemithi yemetile. Emva kwakhe kwakukho amanye amahashe, abomvu, amfusa, namhlophe.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 1

imbono Uzakariya 1:8 kwimeko