Uzakariya 11:12 XHO96

12 Ke mna ndathi kubo: “Ukuba leyo yeyona nto ingcono kuni, ndinikeni intlawulo yam, kodwa ke, ukuba aniboni njalo, yigcineni.” Baza ke bandihlawula iingqekembe zesiliva ezimashumi mathathu.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 11

imbono Uzakariya 11:12 kwimeko