Uzakariya 12:7 XHO96

7 “UNdikhoyo uya kuqala ngokuhlangula imizi yakwaJuda, ukuze isidima sendlu kaDavide neso siya kuzuzwa ngabemi baseJerusalem singasidluli esakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 12

imbono Uzakariya 12:7 kwimeko