Uzakariya 13:4 XHO96

4 “Ngaloo mini *umshumayeli ngamnye woba neentloni ngombono wakhe xa ashumayelayo, angabi sayambatha ingubo yoboya ekhohlisa abantu.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 13

imbono Uzakariya 13:4 kwimeko