Uzakariya 14:4 XHO96

4 Ngaloo mini iinyawo zakhe ziya kuma ngxishi phezu kweNtaba yemiNquma ephambi kweJerusalem ngasempuma. Ke yona iNtaba yemiNquma iya kucandeka kubini ukusuka empuma kuye entshona, kuthi zinzi intili enkulu ngokugqithisileyo. Isiqingatha sentaba siya kunyukela emantla, size ke sona esinye sihlele ngezantsi.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 14

imbono Uzakariya 14:4 kwimeko