Uzakariya 14:5 XHO96

5 Ke nina niya kusaba ngenkalo yeentaba zam, kuba intili yezo ntaba iya kunaba iye kuthi xhaxhe ngeAzele. Nina niya kubhaca nixelise ngokuya ooyihlo-mkhulu babebaleka inyikima, ngemihla kaUziya ukumkani wakwaJuda. Uya kwandula abonakale ke yena uNdikhoyo uThixo wam, esiza ephahlwe zizo zonke iingcwele zakhe.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 14

imbono Uzakariya 14:5 kwimeko