Uzakariya 4:5 XHO96

5 Ke isithunywa esasithetha nam saphendula sathi: “Awuzazi na ukuba ziyintoni ezi zinto?”Ndaza ndathi: “Hayi, nkosi yam.”

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 4

imbono Uzakariya 4:5 kwimeko