Uzakariya 4:6 XHO96

6 Ke sona sathi kum: “Eli lilizwi *likaNdikhoyo kuZerubhabheli: ‘Akungabukroti, kungengawo namandla, kodwa kungoMoya wam kuphela,’ utsho uNdikhoyo onamandla onke.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 4

imbono Uzakariya 4:6 kwimeko