Uzakariya 9:9 XHO96

9 Vuya ngenene, ntombindini inguZiyon!Danduluka, wena ntombi inguJerusalem!Khangela, ukumkani wakho uza kuwe enobulungisa, engumoyisi,ethobekile, ekhwele idonki,nditsho ithole, inkonyane yedonki.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 9

imbono Uzakariya 9:9 kwimeko