Kumahebhere 4:3 XHO96

3 Kambe ke thina sikholwayo, singabo bangenayo koko kuphumla kuxelwayo xa kusithiwa:“Ndithe ke ngomsindo ndafunga ndathi:‘Abasoze bangene ekuphumleni kwam.’ ”Ke wona umsebenzi wakhe uThixo wayesele wawugqiba kwasekusekweni kwehlabathi.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 4

imbono Kumahebhere 4:3 kwimeko