3 UMelkizedeki lo ke akanayise nanina, namlibo wakuzalwa. Asaziwa isiqalo nesiphelo sobomi bakhe. Ufana noNyana kaThixo: uhlala engumbingeleli nanini-nanini.
funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 7
imbono Kumahebhere 7:3 kwimeko