Amava Engqondi 12:3 XHO96

3 Iingalo zakho ebezikukhusela ziya kuba nomkhinkqi;ngokunjalo nale milenze yakho yomeleleyo okwangoku iya kuba nengevane.Uya kuba ungasenako ukuhlafuna, kuba amazinyo embalwa,namehlo selemfiliba, ungasaboni kakuhle.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 12

imbono Amava Engqondi 12:3 kwimeko