Amava Engqondi 3:14 XHO96

14 Ndiyazi ukuba yonke into eyenziwa nguThixo iya kuhlala ihleli; akukho nto inokongezwa kuyo, kungekho nto inokususwa kuyo. UThixo uyakwenza oku ukuze ahlonelwe ngabantu.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 3

imbono Amava Engqondi 3:14 kwimeko