Amava Engqondi 4:11 XHO96

11 Ewe, xa ababini belala ngangubo-nye abagodoli. Kodwa ke kunzima ukufudumala xa ulele wedwa.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 4

imbono Amava Engqondi 4:11 kwimeko