Amava Engqondi 9:10 XHO96

10 Nawuphi na umsebenzi owubambileyo ngezandla zakho wenze ngamandla akho onke; kuba kaloku akwenziwa nto, akucingwa, kungekho lwazi nabulumko engcwabeni, apho wena uya khona.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 9

imbono Amava Engqondi 9:10 kwimeko