Amava Engqondi 9:9 XHO96

9 Hlala ngokonwaba nomfazi wakho omthandayo ngemihla yobomi bakho obungamampunge obunikwe nguThixo kulo mhlaba – nditsho zonke ezo ntsuku zingamampunge – kuba eso kuphela kwesabelo oya kusizuza ngokubulaleka kwakho apha phantsi kwelanga.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 9

imbono Amava Engqondi 9:9 kwimeko