18 Izizwe zagragrama;ke yona imini yempindezelo ifikile,abafileyo baza kugwetywa.*Abashumayeli, izicaka zakho, baza kwamkela,usapho lwakho, abakhulu kwanabanci, bebonke abakuthobelayo.Ewe, lifikile ixesha lokubatshabalalisa abo batshabalalisa ihlabathi!”