Isityhilelo 13:4 XHO96

4 Bonke abantu balinqula igongqongqo elo, kuba amagunya alo liwanike irhamncwa. Kanti ke balinqula nerhamncwa elo, belibonga besithi: “Ngubani onokulingana nerhamncwa; ingubani khona onokulwa nalo?”

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 13

imbono Isityhilelo 13:4 kwimeko