Isityhilelo 19:10 XHO96

10 Ndazikhahlela ngasezinyaweni zaso ndinqula. Suka sathi sona kum: “Mus' ukuyenza loo nto. Nam ndisisicaka njengawe namawenu angamangqina kaYesu. NguThixo omakanqulwe. Abo bangamangqina kaYesu banikwa ifuthe loMoya *njengabashumayeli.”

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 19

imbono Isityhilelo 19:10 kwimeko