Isityhilelo 3:20 XHO96

20 Uyabona, ndimi emnyango ndinkqonkqoza. Ukuba umntu uyeva aze avule, ndiya kungena ndihlale naye, sitye kunye.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 3

imbono Isityhilelo 3:20 kwimeko