Isityhilelo 7:1 XHO96

1 Emva koko ndabona izithunywa ezine zimi kwiikona zone zomhlaba. Zazivalele imimoya yomhlaba yomine apho, ukuze kungabikho nampunde yamoya uvela elwandle, okanye ucande emhlabeni, ungabhudli namnye umthi.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 7

imbono Isityhilelo 7:1 kwimeko