Isityhilelo 7:4 XHO96

4 Ndaliva lixelwa nenani labo baphawulwayo. Kwaphawulwa ikhulu elinamashumi mane anesine amawaka kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 7

imbono Isityhilelo 7:4 kwimeko