1 Yookumkani 1:30 XHO96

30 inene namhlanje ndiza kuyifezekisa into endakufungela yona ngoNdikhoyo uThixo kaSirayeli, ndisithi: ‘Unyana wakho uSolomon uya kuba ngukumkani emva kwam, angene esihlalweni sam.’ ”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 1

imbono 1 Yookumkani 1:30 kwimeko