1 Yookumkani 10:5 XHO96

5 nokutya okusetafileni yakhe, naloo maphakathi akhe, nendlela ahlaliswe ngayo, nezicaka ziwunduzelisa ngeminweba, nabangcamli, naloo madini atshiswayo wayewenza endlwini kaNdikhoyo, wasuka wee khumnqa.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 10

imbono 1 Yookumkani 10:5 kwimeko