1 Yookumkani 11:20 XHO96

20 Loo mfazi ke wazala unyana owathiywa igama elinguGenubhati. Waza ke uTapanes wamkhulisela apho komkhulu. UGenubhati lo ke wakhula nabantwana bokumkani waseJiputa.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 11

imbono 1 Yookumkani 11:20 kwimeko