1 Yookumkani 11:22 XHO96

22 Ukumkani wathi: “Ngaba yintoni oyisweleyo ngoku ulapha, le nto ufuna ukugoduka?”Ke yena waphendula wathi: “Hayi, andiswele nto, kodwa noko ndikhulule!”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 11

imbono 1 Yookumkani 11:22 kwimeko