1 Yookumkani 11:25 XHO96

25 URezon lo ke waba lutshaba lukaSirayeli ngalo lonke ixesha lokudla kukaSolomon ubomi, yena ke esongezelela kwinkathazo eyayidalwa nguHadadi. URezon ke walawula eAram echasene noSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 11

imbono 1 Yookumkani 11:25 kwimeko