1 Yookumkani 11:31 XHO96

31 Waza ke wathi kuJerobhowam: “Zithathele iziqwenga zibe lishumi. Kaloku la ngamazwi *kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli, uthi: ‘Ndiza kuwukrazula umbuso kaSolomon, wena ndikunike izizwe ezilishumi.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 11

imbono 1 Yookumkani 11:31 kwimeko