1 Yookumkani 12:15 XHO96

15 Ewe, ukumkani akabaphulaphulanga abantu, phofu ke ukuhamba kwezinto ngale ndlela kwakuvela *kuNdikhoyo, efezekisa ilizwi awalithetha kuJerobhowam unyana kaNebhati ngomlomo ka-Ahiya waseShilo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 12

imbono 1 Yookumkani 12:15 kwimeko