1 Yookumkani 12:28 XHO96

28 Emva kokucebisana nabathile ukumkani wenza amathole amabini ngegolide. Wabhekisa ebantwini wathi: “Niyaxhamleka kukunyuka niye eJerusalem. Nanku uThixo wakho, Sirayeli, owakukhupha ezweni laseJiputa!”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 12

imbono 1 Yookumkani 12:28 kwimeko